Tuesday, March 17, 2015



Lena Ke yincwadi endithe ndayibhalela iphepha ndaba andisakuli xelengela i Sowetan ibi papashwe ngomhla we shumu apha kwinyanga ye Kwindla. Le ncwadi ithetha ngendlela uRhulumente aphuhlisa ngayo impilo zabantu ngoku bakhela amagumbi kwizindlu zabo ezisezilokishini ukuze baqeshise ngazo bakwazi ukufumana i nkozwana. Le nkqubo ke  ikwanceda abo bafuna ukuqesha bahlale kwindawo ezisemgangathweni. Lento ke izokwenza nendawo esihlala kuzo zibukeke futhi nexabiso lezindlu lenyuke. Ngumbono omhle ke ndiyanqwena ukuba ukhule. Camagu.

No comments: